IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 18:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Wawa ke umlilo+ kaYehova, wawudla wawugqiba umnikelo otshiswayo+ neenkuni namatye nothuli, namanzi awayesemseleni wawakhotha.+

  • 2 Kumkani 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa uEliya wayiphendula intloko yabangamashumi amahlanu wathi: “Eneneni, ukuba ndiyindoda yakwaThixo, makuhle umlilo+ emazulwini ukudle ukugqibe wena namashumi amahlanu akho.” Yaye kwehla umlilo emazulwini wayidla wayigqiba namashumi amahlanu ayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share