IMizekeliso 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ubulumko bokwenyaniso+ buhlala budanduluka kakhulu esitratweni.+ Kwiindawo zembutho buvakalisa ilizwi labo.+ Mateyu 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 uNyana womntu weza esidla, esela,+ ukanti abantu bathi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni.’+ Noko kunjalo, ubulumko bungqineka bububulungisa ngemisebenzi yabo.”+
20 Ubulumko bokwenyaniso+ buhlala budanduluka kakhulu esitratweni.+ Kwiindawo zembutho buvakalisa ilizwi labo.+
19 uNyana womntu weza esidla, esela,+ ukanti abantu bathi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni.’+ Noko kunjalo, ubulumko bungqineka bububulungisa ngemisebenzi yabo.”+