Mateyu 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini! ngenxa yokuba nibuvala+ ubukumkani bamazulu phambi kwabantu; kuba nina+ ngokwenu aningeni, kwaye anibavumeli nabo basendleleni engenayo ukuba bangene. 1 Tesalonika 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 njengoko ezama ukusithintela+ ukuba singathethi nabantu beentlanga ukuze basindiswe,+ nto leyo ephumela ekubeni uzale ngokupheleleyo umlinganiselo+ wezono zawo. Kungokunje ingqumbo yakhe iphezu kwawo.+
13 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini! ngenxa yokuba nibuvala+ ubukumkani bamazulu phambi kwabantu; kuba nina+ ngokwenu aningeni, kwaye anibavumeli nabo basendleleni engenayo ukuba bangene.
16 njengoko ezama ukusithintela+ ukuba singathethi nabantu beentlanga ukuze basindiswe,+ nto leyo ephumela ekubeni uzale ngokupheleleyo umlinganiselo+ wezono zawo. Kungokunje ingqumbo yakhe iphezu kwawo.+