Mateyu 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Ngenxa yoko ndithi kuni, Lonke uhlobo lwesono nokunyelisa baya kukuxolelwa abantu, kodwa ukunyelisa umoya akuyi kuxolelwa.+ Marko 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Noko ke, nabani na onyelisa umoya oyingcwele akanakuxolelwa naphakade, kodwa unetyala lesono sikanaphakade.”+ 1 Yohane 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ukuba umntu uthe wabona umzalwana wakhe esenza isono esingasingisi kufeni,+ makambongozele, yaye yena uya kumnika ubomi+ lowo wenze isono esingasingisi kufeni. Sikho ke nesono esisingisa ekufeni.+ Anditsho ukuthi makacelele sona.+
31 “Ngenxa yoko ndithi kuni, Lonke uhlobo lwesono nokunyelisa baya kukuxolelwa abantu, kodwa ukunyelisa umoya akuyi kuxolelwa.+
29 Noko ke, nabani na onyelisa umoya oyingcwele akanakuxolelwa naphakade, kodwa unetyala lesono sikanaphakade.”+
16 Ukuba umntu uthe wabona umzalwana wakhe esenza isono esingasingisi kufeni,+ makambongozele, yaye yena uya kumnika ubomi+ lowo wenze isono esingasingisi kufeni. Sikho ke nesono esisingisa ekufeni.+ Anditsho ukuthi makacelele sona.+