Eksodus 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Uze ungayinqweneli indlu yedlelane lakho. Uze ungamnqweneli umfazi wedlelane lakho,+ nekhoboka lalo, nekhobokazana lalo, nenkunzi yalo yenkomo, ne-esile lalo, nantoni na eyeyedlelane lakho.”+ Duteronomi 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Uze ungamnqweneli umfazi wedlelane lakho.+ Uze ungayinqweneli ngokuzingca indlu yedlelane lakho, nentsimi yalo okanye ikhoboka lalo okanye ikhobokazana lalo, nenkunzi yalo yenkomo okanye iesile lalo okanye nantoni na eyeyedlelane lakho.’+ IMizekeliso 28:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Inkokeli eswele ukuqonda kokwenyaniso iqhelisela inkqatho,+ kodwa othiya ingeniso yokungekho sikweni+ uya kuyolula imihla yakhe. Kolose 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo.
17 “Uze ungayinqweneli indlu yedlelane lakho. Uze ungamnqweneli umfazi wedlelane lakho,+ nekhoboka lalo, nekhobokazana lalo, nenkunzi yalo yenkomo, ne-esile lalo, nantoni na eyeyedlelane lakho.”+
21 “‘Uze ungamnqweneli umfazi wedlelane lakho.+ Uze ungayinqweneli ngokuzingca indlu yedlelane lakho, nentsimi yalo okanye ikhoboka lalo okanye ikhobokazana lalo, nenkunzi yalo yenkomo okanye iesile lalo okanye nantoni na eyeyedlelane lakho.’+
16 Inkokeli eswele ukuqonda kokwenyaniso iqhelisela inkqatho,+ kodwa othiya ingeniso yokungekho sikweni+ uya kuyolula imihla yakhe.
5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo.