Mateyu 6:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ngenxa yoku ndithi kuni: Musani ukuxhalela+ imiphefumlo yenu mayela noko niya kukudla okanye oko niya kukusela, okanye imizimba yenu mayela noko niya kukunxiba.+ Umphefumlo awungaphezulu na kunokutya nomzimba kunesinxibo?+ Roma 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba ubukumkani bukaThixo+ abuthethi kutya nakusela,+ kodwa buthetha ubulungisa+ noxolo+ novuyo+ ngomoya oyingcwele. Filipi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+
25 “Ngenxa yoku ndithi kuni: Musani ukuxhalela+ imiphefumlo yenu mayela noko niya kukudla okanye oko niya kukusela, okanye imizimba yenu mayela noko niya kukunxiba.+ Umphefumlo awungaphezulu na kunokutya nomzimba kunesinxibo?+
17 Kuba ubukumkani bukaThixo+ abuthethi kutya nakusela,+ kodwa buthetha ubulungisa+ noxolo+ novuyo+ ngomoya oyingcwele.
6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+