Marko 13:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngoko ke hlalani nilindile,+ kuba anazi ukuba inkosi yendlu iza kufika nini, enoba xa sele imini ihambile okanye ezinzulwini zobusuku okanye ekulileni kweenkuku okanye ngonyezi;+
35 Ngoko ke hlalani nilindile,+ kuba anazi ukuba inkosi yendlu iza kufika nini, enoba xa sele imini ihambile okanye ezinzulwini zobusuku okanye ekulileni kweenkuku okanye ngonyezi;+