IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 24:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ngenxa yoku nani hlalani nilungile,+ kuba uNyana womntu uza ngelixa eningacinganga ukuba lilo.

  • Mateyu 25:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Ngoko ke, hlalani nilindile,+ ngenxa yokuba ningayazi imini okanye ilixa.+

  • Marko 13:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam.+ Kodwa lowo unyamezele kwada kwasekupheleni+ uya kusindiswa.+

  • 2 Petros 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 nihlale nibulindile+ yaye nibukhumbula ubukho bemini kaYehova,+ ekuya kuthi ngayo amazulu atshe ngumlilo achithakale,+ neziqalelo ezishushu kakhulu zinyibilike!

  • ISityhilelo 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko ke, qhubeka ukhumbula indlela owamkele ngayo+ nendlela ove ngayo, uze uqhubeke uyigcina,+ uguquke.+ Ukuba akuvuki,+ ngokuqinisekileyo ndiya kukufikela njengesela,+ yaye akusayi kulazi konke konke ilixa endokufikela ngalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share