Duteronomi 33:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Umntu owathi kuyise nakunina, ‘Andimbonanga.’Kwanabantakwabo akabaqondanga,+Akabazanga noonyana bakhe.Ngokuba babegcine amazwi akho,+Baqhubeka bewugcinile umnqophiso wakho.+ Mateyu 10:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Lowo unomsa omkhulu ngakumbi ngoyise okanye ngonina kunam akandifanele mna; nalowo unomsa kakhulu ngakumbi ngonyana okanye ngentombi kunam akandifanele mna.+ Luka 18:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Akukho bani ushiye indlu okanye umfazi okanye abantakwabo okanye abazali okanye abantwana ngenxa yobukumkani bukaThixo+ Yohane 12:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lowo uwuthandayo umphefumlo wakhe uyawutshabalalisa, kodwa lowo uwuthiyileyo umphefumlo wakhe+ kweli hlabathi uya kuwulondolozela ubomi obungunaphakade.+
9 Umntu owathi kuyise nakunina, ‘Andimbonanga.’Kwanabantakwabo akabaqondanga,+Akabazanga noonyana bakhe.Ngokuba babegcine amazwi akho,+Baqhubeka bewugcinile umnqophiso wakho.+
37 Lowo unomsa omkhulu ngakumbi ngoyise okanye ngonina kunam akandifanele mna; nalowo unomsa kakhulu ngakumbi ngonyana okanye ngentombi kunam akandifanele mna.+
29 Wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Akukho bani ushiye indlu okanye umfazi okanye abantakwabo okanye abazali okanye abantwana ngenxa yobukumkani bukaThixo+
25 Lowo uwuthandayo umphefumlo wakhe uyawutshabalalisa, kodwa lowo uwuthiyileyo umphefumlo wakhe+ kweli hlabathi uya kuwulondolozela ubomi obungunaphakade.+