IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 16:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Wandula ke uYesu wathi kubafundi bakhe: “Ukuba nabani na ufuna ukundilandela, makazincame, athabathe isibonda sakhe sentuthumbo aze aqhubeke+ endilandela.

  • Marko 8:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Wabizela isihlwele kuye kunye nabafundi bakhe waza wathi kubo: “Ukuba nabani na ufuna ukundilandela, makazincame, athabathe isibonda sakhe sentuthumbo aze aqhubeke+ endilandela.

  • Luka 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Wandula ke wathi kubo bonke: “Ukuba nabani na ufuna ukundilandela, makazincame,+ athabathe isibonda sakhe sentuthumbo imihla ngemihla aze aqhubeke+ endilandela.

  • Galati 6:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Mna ke andingi ndingaqhayisa nganto, ngaphandle kwangesibonda sentuthumbo+ seNkosi yethu uYesu Kristu, ekuthe ngayo ihlabathi laba njengelibethelelweyo kum,+ nam ndaba njengobethelelweyo kulo ihlabathi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share