INtshumayeli 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Siphose isonka sakho+ phezu kwamanzi,+ kuba uya kuphinda usifumane emva kwemihla emininzi.+ Luka 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa uZakeyu waphakama waza wathi kuyo iNkosi: “Khangela! Isiqingatha sempahla yam, Nkosi, ndisinikela kumahlwempu, yaye nakuphi na endikuphange kuye nabani na ngesimangalo sobuxoki+ ndikubuyisela ngokuphindwe kane.”+
8 Kodwa uZakeyu waphakama waza wathi kuyo iNkosi: “Khangela! Isiqingatha sempahla yam, Nkosi, ndisinikela kumahlwempu, yaye nakuphi na endikuphange kuye nabani na ngesimangalo sobuxoki+ ndikubuyisela ngokuphindwe kane.”+