Mateyu 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Inkosi yalo yathi kulo, ‘Wenze kakuhle, khoboka elilungileyo nelithembekileyo!+ Ubuthembekile+ kwizinto ezimbalwa. Ndiza kukumisela phezu kwezinto ezininzi.+ Ngena kuvuyo+ lwenkosi yakho.’ Luka 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wathi kulo, ‘Wenze kakuhle, khoboka elilungileyo! Ngenxa yokuba ubuthembekile kokuncinane kakhulu, yiba negunya phezu kwezixeko ezilishumi.’+
21 Inkosi yalo yathi kulo, ‘Wenze kakuhle, khoboka elilungileyo nelithembekileyo!+ Ubuthembekile+ kwizinto ezimbalwa. Ndiza kukumisela phezu kwezinto ezininzi.+ Ngena kuvuyo+ lwenkosi yakho.’
17 Ngoko wathi kulo, ‘Wenze kakuhle, khoboka elilungileyo! Ngenxa yokuba ubuthembekile kokuncinane kakhulu, yiba negunya phezu kwezixeko ezilishumi.’+