Yohane 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, xa ababingeleli abaziintloko namagosa bambonayo, bakhwaza, besithi: “Mbethelele! Mbethelele!”+ UPilato wathi kubo: “Mthabatheni nina nize nimbethelele, kuba andifumani nasiphi na isiphoso kuye.”+ IZenzo 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ukuba ziimbambano ezingentetho namagama+ nomthetho+ phakathi kwenu, nimele nizibonele ngokwenu. Andinqweneli ukuba ngumgwebi wezi zinto.”
6 Noko ke, xa ababingeleli abaziintloko namagosa bambonayo, bakhwaza, besithi: “Mbethelele! Mbethelele!”+ UPilato wathi kubo: “Mthabatheni nina nize nimbethelele, kuba andifumani nasiphi na isiphoso kuye.”+
15 Kodwa ukuba ziimbambano ezingentetho namagama+ nomthetho+ phakathi kwenu, nimele nizibonele ngokwenu. Andinqweneli ukuba ngumgwebi wezi zinto.”