Mateyu 26:61 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 61 aza athi: “Lo mntu wathi, ‘Ndiyakwazi ukudiliza itempile kaThixo ndize ndiyakhe ngeentsuku ezintathu.’”+ Mateyu 27:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 besithi: “Mawo-o wena obuza kuba ngumdilizi wetempile+ nomakhi wayo ngeentsuku ezintathu, zisindise! Ukuba ungunyana kaThixo, yihla kwisibonda sentuthumbo!”+ Marko 14:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 “Samva esithi, ‘Ndiza kuyidiliza le tempile eyayenziwe ngezandla ndize ngeentsuku ezintathu ndakhe enye engenziwanga ngazandla.’”+
61 aza athi: “Lo mntu wathi, ‘Ndiyakwazi ukudiliza itempile kaThixo ndize ndiyakhe ngeentsuku ezintathu.’”+
40 besithi: “Mawo-o wena obuza kuba ngumdilizi wetempile+ nomakhi wayo ngeentsuku ezintathu, zisindise! Ukuba ungunyana kaThixo, yihla kwisibonda sentuthumbo!”+
58 “Samva esithi, ‘Ndiza kuyidiliza le tempile eyayenziwe ngezandla ndize ngeentsuku ezintathu ndakhe enye engenziwanga ngazandla.’”+