Eksodus 23:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Cezela ezwini lobuxoki.+ Musa ukumbulala omsulwa nolilungisa, kuba andiyi kumvakalisa elilungisa ongendawo.+ Mateyu 27:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UPilato wathi kubo: “Yintoni, ngoko, endiya kuyenza ngoYesu ekuthiwa nguKristu?” Bonke bathi: “Makabethelelwe!”+ Marko 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Baphinda badanduluka bathi: “Mbethelele!”+ Luka 23:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko badanduluka, besithi: “Bethelela! Mbethelele!”+
7 “Cezela ezwini lobuxoki.+ Musa ukumbulala omsulwa nolilungisa, kuba andiyi kumvakalisa elilungisa ongendawo.+
22 UPilato wathi kubo: “Yintoni, ngoko, endiya kuyenza ngoYesu ekuthiwa nguKristu?” Bonke bathi: “Makabethelelwe!”+