Genesis 22:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Emva koko uAbraham wathabatha iinkuni zomnikelo otshiswayo, wazibeka phezu koIsake unyana wakhe+ waza yena waphatha ngesandla umlilo nesitshetshe sokuxhela, baza bahamba bobabini+. Mateyu 27:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Njengoko ayephuma afumana mntu uthile oyinzalelwane yaseKirene ogama linguSimon.+ Amkhonzisa ngokumnyanzela ukuba aphakamise isibonda sakhe sentuthumbo.
6 Emva koko uAbraham wathabatha iinkuni zomnikelo otshiswayo, wazibeka phezu koIsake unyana wakhe+ waza yena waphatha ngesandla umlilo nesitshetshe sokuxhela, baza bahamba bobabini+.
32 Njengoko ayephuma afumana mntu uthile oyinzalelwane yaseKirene ogama linguSimon.+ Amkhonzisa ngokumnyanzela ukuba aphakamise isibonda sakhe sentuthumbo.