Levitikus 16:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Ke yona inkunzi yenkomo yomnikelo wesono nebhokhwe yomnikelo wesono, ezigazi lazo langeniswayo ukuba licamagushe endaweni engcwele, zokhutshelwa ngaphandle kwenkampu; zitshiswe ngomlilo izikhumba zazo nenyama yazo nomswane wazo.+ Hebhere 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke noYesu, ukuze angcwalise+ abantu ngegazi lakhe,+ wabandezeleka ngaphandle kwesango.+
27 “Ke yona inkunzi yenkomo yomnikelo wesono nebhokhwe yomnikelo wesono, ezigazi lazo langeniswayo ukuba licamagushe endaweni engcwele, zokhutshelwa ngaphandle kwenkampu; zitshiswe ngomlilo izikhumba zazo nenyama yazo nomswane wazo.+