Isaya 53:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Liya kuba phakathi kwabangendawo ingcwaba lakhe,+ abe phakathi kodidi lwezityebi ekufeni kwakhe,+ nakubeni engenzanga lugonyamelo+ yaye kungekho nkohliso emlonyeni wakhe.+ Luka 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwaye bakufika kwindawo ebizwa ngokuba yeyoKakayi,+ bambethelela yena nabenzi-bubi, omnye ngasekunene kwakhe nomnye ngasekhohlo kwakhe.+
9 Liya kuba phakathi kwabangendawo ingcwaba lakhe,+ abe phakathi kodidi lwezityebi ekufeni kwakhe,+ nakubeni engenzanga lugonyamelo+ yaye kungekho nkohliso emlonyeni wakhe.+
33 Kwaye bakufika kwindawo ebizwa ngokuba yeyoKakayi,+ bambethelela yena nabenzi-bubi, omnye ngasekunene kwakhe nomnye ngasekhohlo kwakhe.+