Yohane 4:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ngoko ke, akufika eGalili, amaGalili amamkela, ngenxa yokuba ayezibonile zonke izinto awazenzayo eYerusalem emthendelekweni,+ kuba nawo ayeyile emthendelekweni.+
45 Ngoko ke, akufika eGalili, amaGalili amamkela, ngenxa yokuba ayezibonile zonke izinto awazenzayo eYerusalem emthendelekweni,+ kuba nawo ayeyile emthendelekweni.+