Yohane 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko ke uYesu, esazi ukuba babesele beza kuza, bambambe bamenze ukumkani, wemka+ kwakhona waya entabeni eyedwa.
15 Ngoko ke uYesu, esazi ukuba babesele beza kuza, bambambe bamenze ukumkani, wemka+ kwakhona waya entabeni eyedwa.