Yohane 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nani, ke ngoko, ngoku, eneneni, ninentlungu; kodwa ndiya kunibona kwakhona yaye iintliziyo zenu ziya kuba nemihlali,+ novuyo lwenu akukho bani uya kuluthabatha kuni.
22 Nani, ke ngoko, ngoku, eneneni, ninentlungu; kodwa ndiya kunibona kwakhona yaye iintliziyo zenu ziya kuba nemihlali,+ novuyo lwenu akukho bani uya kuluthabatha kuni.