IZenzo 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kaloku, ngoko, khangela! isandla sikaYehova siphezu kwakho, yaye uya kuba yimfama, ungakuboni ukukhanya kwelanga kangangesihlandlo sexesha.” Ngephanyazo wawelwa yinkungu eshinyeneyo nobumnyama, yaye wajikeleza efuna abantu bokumrhola ngesandla.+
11 Kaloku, ngoko, khangela! isandla sikaYehova siphezu kwakho, yaye uya kuba yimfama, ungakuboni ukukhanya kwelanga kangangesihlandlo sexesha.” Ngephanyazo wawelwa yinkungu eshinyeneyo nobumnyama, yaye wajikeleza efuna abantu bokumrhola ngesandla.+