Yohane 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke uTomas, owayebizwa ngokuba nguWele, wathi kubafundi abangamadlelane akhe: “Nathi masiye, ukuze sife kunye naye.”+ Yohane 20:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa uTomas,+ omnye wabalishumi elinesibini, owayebizwa ngokuba nguWele, wayengekho kunye nabo ekufikeni uYesu.
16 Ngoko ke uTomas, owayebizwa ngokuba nguWele, wathi kubafundi abangamadlelane akhe: “Nathi masiye, ukuze sife kunye naye.”+
24 Kodwa uTomas,+ omnye wabalishumi elinesibini, owayebizwa ngokuba nguWele, wayengekho kunye nabo ekufikeni uYesu.