IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 28:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Hambani ke ngoko niye kubenza abafundi+ abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptiza+ egameni loYise+ neloNyana+ nelomoya oyingcwele,+

  • IZenzo 8:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Ke kaloku njengoko babehamba endleleni, bafika manzini athile amaninzi, laza ithenwa lathi: “Khangela! Amanzi amaninzi; yintoni na endithintelayo ukuba ndibhaptizwe?”+

  • IZenzo 10:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 “Ukho na onokuwathintela amanzi ukuze aba bangabhaptizwa+ abo bamkele umoya oyingcwele kwananjengoko senjenjalo nathi?”

  • IZenzo 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Bakukuva oku, babhaptizwa egameni leNkosi uYesu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share