Mateyu 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi+ ngenxa yenguquko yenu;+ kodwa lowo uzayo+ emva kwam womelele kunam, ombadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuzikhulula.+ Yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+
11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi+ ngenxa yenguquko yenu;+ kodwa lowo uzayo+ emva kwam womelele kunam, ombadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuzikhulula.+ Yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+