Roma 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Umoya+ lowo ngokwawo ungqinelana+ nomoya wethu+ ukuba singabantwana bakaThixo.+ 2 Korinte 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Ndiya kuba nguyihlo kuni,+ nina nibe ngoonyana neentombi kum,’+ utsho uYehova uSomandla.”+ Efese 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba wasimisela kwangaphambili+ ukuba senziwe+ oonyana+ kuye ngoYesu Kristu, ngokokuthanda kwakhe,+ 1 Yohane 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Hayi ubukhulu bothando+ lukaBawo kuthi, lokuba sibizwe ngokuba singabantwana bakaThixo;+ yaye singabo. Kungenxa yoko le nto ihlabathi+ lingasazi, ngenxa yokuba alimazanga yena.+
5 Kuba wasimisela kwangaphambili+ ukuba senziwe+ oonyana+ kuye ngoYesu Kristu, ngokokuthanda kwakhe,+
3 Hayi ubukhulu bothando+ lukaBawo kuthi, lokuba sibizwe ngokuba singabantwana bakaThixo;+ yaye singabo. Kungenxa yoko le nto ihlabathi+ lingasazi, ngenxa yokuba alimazanga yena.+