Yohane 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+ Yohane 6:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kuba kuko oku ukuthanda kukaBawo, ukuba wonk’ ubani ombonayo uNyana aze abonise ukholo kuye, abe nobomi obungunaphakade,+ yaye ndiza kumvusa ngomhla wokugqibela.”+ Yohane 8:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Inene, inene, ndithi kuni, Ukuba nabani na uyaligcina ilizwi lam, akasayi kuze akubone ukufa.”+
16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+
40 Kuba kuko oku ukuthanda kukaBawo, ukuba wonk’ ubani ombonayo uNyana aze abonise ukholo kuye, abe nobomi obungunaphakade,+ yaye ndiza kumvusa ngomhla wokugqibela.”+