IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Babephuma besiya kuye abantu baseYerusalem nabakulo lonke elakwaYuda nelizwe elijikeleze iYordan,

  • Mateyu 13:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Leyo ke ihlwayelwe kwiindawo ezilulwalwa, ngulowo ulivayo ilizwi aze kwaoko alamkele ngovuyo.+

  • Marko 6:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuba uHerode wayemoyika+ uYohane, emazi ngokuba yindoda elilungisa nengcwele;+ yaye wayemgcina ekhuselekile. Kwaye emva kokuba emvile+ wayexakiwe yinto amakayenze, ukanti waqhubeka emphulaphula ngochulumanco.

  • 2 Petros 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngenxa yoko sinelizwi lesiprofeto+ elenziwa laqiniseka ngakumbi;+ yaye nenza kakuhle ukunikela ingqalelo kulo njengakwisibane+ esikhanya kwindawo emnyama, kude kube ngesifingo kuphume nekhwezi,+ ezintliziyweni zenu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share