IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 6:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kodwa abantu bababona behamba yaye abaninzi bakwazi oko, baza besuka kuzo zonke izixeko babalekela apho bonke ngeenyawo, bafika ngaphambi kwabo.+

  • Luka 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa izihlwele, zathi zakukwazi oko, zamlandela. Yaye wazamkela ngobubele waza wathetha kuzo ngobukumkani bukaThixo,+ wabaphilisa abo babengenampilo.+

  • Yohane 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Noko ke, xa wayeseYerusalem epasikeni, emthendelekweni wayo,+ abantu abaninzi bakholwa egameni lakhe,+ bebona imiqondiso yakhe awayeyenza.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share