Mateyu 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bathi kuye: “Asinanto apha ngaphandle kwezonka ezihlanu neentlanzi ezimbini.”+ Marko 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wathi kubo: “Zingaphi izonka eninazo? Hambani niye kubona!” Bakuba bekuqinisekisile oko, bathi: “Zihlanu, kunye neentlanzi ezimbini.”+ Luka 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa wathi kubo: “Banikeni nina into yokudla.”+ Bathi: “Akukho nto sinayo ingaphezu kwezonka ezihlanu neentlanzi ezimbini,+ ngaphandle kokuba mhlawumbi thina ngokwethu siyahamba siye kubathengela izinto ezityiwayo bonke aba bantu.”+
38 Wathi kubo: “Zingaphi izonka eninazo? Hambani niye kubona!” Bakuba bekuqinisekisile oko, bathi: “Zihlanu, kunye neentlanzi ezimbini.”+
13 Kodwa wathi kubo: “Banikeni nina into yokudla.”+ Bathi: “Akukho nto sinayo ingaphezu kwezonka ezihlanu neentlanzi ezimbini,+ ngaphandle kokuba mhlawumbi thina ngokwethu siyahamba siye kubathengela izinto ezityiwayo bonke aba bantu.”+