Eksodus 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bathi bakuyibona oonyana bakaSirayeli, bathi omnye komnye: “Yintoni le?” Kuba babengazi ukuba yintoni na. Ngoko ke wathi uMoses kubo: “Sisonka aninike sona uYehova ukuba nisidle.+ Numeri 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku, imana leyo+ ibinjengembewu yekoriyandire,+ yaye inkangeleko yayo ibinjengenkangeleko yentlaka yebhideliyu.+ Nehemiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+ Yohane 6:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ookhokho benu batya imana+ entlango ukanti bafa. 1 Korinte 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 kwaye bonke batya ukutya kokomoya okufanayo+
15 Bathi bakuyibona oonyana bakaSirayeli, bathi omnye komnye: “Yintoni le?” Kuba babengazi ukuba yintoni na. Ngoko ke wathi uMoses kubo: “Sisonka aninike sona uYehova ukuba nisidle.+
7 Ke kaloku, imana leyo+ ibinjengembewu yekoriyandire,+ yaye inkangeleko yayo ibinjengenkangeleko yentlaka yebhideliyu.+
15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+