Yohane 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe Yohane 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Xa bendinabo bendifudula ndibalinda+ ngenxa yegama lakho ondinike lona; yaye ndiye ndabagcina, akwatshabalala+ namnye kubo ngaphandle konyana wentshabalalo,+ ukuze isibhalo sizaliseke.+ Roma 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba ukuba simanyene naye ekufeni okufana nokwakhe,+ ngokuqinisekileyo siya kumanyana naye nasekuvukeni okufana nokwakhe;+
28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe
12 Xa bendinabo bendifudula ndibalinda+ ngenxa yegama lakho ondinike lona; yaye ndiye ndabagcina, akwatshabalala+ namnye kubo ngaphandle konyana wentshabalalo,+ ukuze isibhalo sizaliseke.+
5 Kuba ukuba simanyene naye ekufeni okufana nokwakhe,+ ngokuqinisekileyo siya kumanyana naye nasekuvukeni okufana nokwakhe;+