Duteronomi 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko wakuthoba, wakulambisa,+ wakudlisa imana,+ into obungayazi, ababengayazi nooyihlo; ukuze akwazise ukuba akaphili ngasonka sodwa umntu kodwa uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.+ INdumiso 119:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Yiyo le intuthuzelo yam kwinkxwaleko endikuyo,+Kuba ilizwi lakho lindigcine ndiphila.+ Mateyu 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ekuphenduleni wathi: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.’”+ Filipi 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 nihleli nibambelele ngokuqinileyo kwilizwi lobomi,+ ukuze ndibe nesizathu sokugcoba ngemini kaKristu,+ ngokuba ndingabalekelanga ilize okanye ndasebenza nzima ngokulilize.+
3 Ngoko wakuthoba, wakulambisa,+ wakudlisa imana,+ into obungayazi, ababengayazi nooyihlo; ukuze akwazise ukuba akaphili ngasonka sodwa umntu kodwa uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.+
4 Kodwa ekuphenduleni wathi: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.’”+
16 nihleli nibambelele ngokuqinileyo kwilizwi lobomi,+ ukuze ndibe nesizathu sokugcoba ngemini kaKristu,+ ngokuba ndingabalekelanga ilize okanye ndasebenza nzima ngokulilize.+