Yohane 6:63 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 Ngumoya onika ubomi;+ inyama ayisebenzi nto konke konke. Amazwi endiwathethileyo kuni angumoya+ yaye abubomi.+ Yohane 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oku kuthetha ubomi obungunaphakade,+ ukungenisa kwabo ulwazi+ ngawe, wena ukuphela koThixo oyinyaniso,+ nangalowo umthumileyo, uYesu Kristu.+ IZenzo 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Hambani niye kuma etempileni, nize niqhubeke nithetha ebantwini onke amazwi angobu bomi.”+
63 Ngumoya onika ubomi;+ inyama ayisebenzi nto konke konke. Amazwi endiwathethileyo kuni angumoya+ yaye abubomi.+
3 Oku kuthetha ubomi obungunaphakade,+ ukungenisa kwabo ulwazi+ ngawe, wena ukuphela koThixo oyinyaniso,+ nangalowo umthumileyo, uYesu Kristu.+