Isaya 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Abantu ababehamba ebumnyameni babone ukukhanya okukhulu.+ Ke bona abo bahlala elizweni elinethunzi elimnyama,+ ukukhanya kuye kwakhanyisa phezu kwabo.+ Isaya 49:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye wathi: “Bekungaphezu kokuba yinto engenamsebenzi ngawe ukuba ngumkhonzi wam wokuphakamisa izizwe zakwaYakobi nokuphakamisa kwanabo balondoloziweyo bakwaSirayeli;+ kanjalo ndikunike ukuba ube lukhanyiselo lweentlanga,+ ukuze usindiso lwam luse eziphelweni zomhlaba.”+ Mateyu 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 bantu ababehleli ebumnyameni,+ nibone ukukhanya okukhulu,+ nina bahleli kummandla wethunzi lokufa, nivelelwe+ kukukhanya.”+ Yohane 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukhanyiso lukhanya ebumnyameni,+ kodwa ubumnyama abulongamelanga. Yohane 12:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 UYesu ke ngoko wathi kuso: “Ukhanyiso lusaya kuba phakathi kwenu okwethutyana. Hambani ngoxa nisenokhanyiso, khon’ ukuze ubumnyama+ bunganongameli; kwaye lowo uhamba ebumnyameni akazi apho aya khona.+
2 Abantu ababehamba ebumnyameni babone ukukhanya okukhulu.+ Ke bona abo bahlala elizweni elinethunzi elimnyama,+ ukukhanya kuye kwakhanyisa phezu kwabo.+
6 Kwaye wathi: “Bekungaphezu kokuba yinto engenamsebenzi ngawe ukuba ngumkhonzi wam wokuphakamisa izizwe zakwaYakobi nokuphakamisa kwanabo balondoloziweyo bakwaSirayeli;+ kanjalo ndikunike ukuba ube lukhanyiselo lweentlanga,+ ukuze usindiso lwam luse eziphelweni zomhlaba.”+
16 bantu ababehleli ebumnyameni,+ nibone ukukhanya okukhulu,+ nina bahleli kummandla wethunzi lokufa, nivelelwe+ kukukhanya.”+
35 UYesu ke ngoko wathi kuso: “Ukhanyiso lusaya kuba phakathi kwenu okwethutyana. Hambani ngoxa nisenokhanyiso, khon’ ukuze ubumnyama+ bunganongameli; kwaye lowo uhamba ebumnyameni akazi apho aya khona.+