IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mika 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 ‘Ngoko ke niya kuba nobusuku,+ ukuze kungabikho mbono;+ niya kuba nobumnyama, ukuze ningavumisi. Nelanga ngokuqinisekileyo liya kutshona kubaprofeti, nemini ibe mnyama kubo.+

  • Yohane 12:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Ndize njengokhanyiso ehlabathini,+ ukuze wonk’ ubani okholwayo kum angahlali ebumnyameni.+

  • 1 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa nina “nisisizwe esinyuliweyo, ububingeleli basebukhosini, uhlanga olungcwele,+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ ukuze nivakalise ngokubanzi iimbalasane”+ zalowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso.+

  • 1 Yohane 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwakhona, ndinibhalela umyalelo omtsha, isibakala esiyinyaniso kwimeko yakhe nakweyenu, ngenxa yokuba ubumnyama+ buyadlula yaye ukukhanya kokwenyaniso+ sele kukhanya.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share