Yohane 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Akukholelwa na ukuba mna ndimanyene noBawo yaye uBawo umanyene nam?+ Izinto endizithethayo kuni andizithethi ngokuphuma kum; kodwa uBawo omanyene nam wenza imisebenzi yakhe.+ Yohane 16:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Khangelani! Liyeza ilixa, eneneni, lifikile, xa niya kuchithachithwa ngamnye aye endlwini yakhe+ yaye niya kundishiya ndedwa; ukanti andindedwa, ngenxa yokuba uBawo unam.+
10 Akukholelwa na ukuba mna ndimanyene noBawo yaye uBawo umanyene nam?+ Izinto endizithethayo kuni andizithethi ngokuphuma kum; kodwa uBawo omanyene nam wenza imisebenzi yakhe.+
32 Khangelani! Liyeza ilixa, eneneni, lifikile, xa niya kuchithachithwa ngamnye aye endlwini yakhe+ yaye niya kundishiya ndedwa; ukanti andindedwa, ngenxa yokuba uBawo unam.+