Yohane 3:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Lowo uza evela phezulu ungaphezu kwabo bonke abanye.+ Lowo uvela emhlabeni ngowasemhlabeni yaye uthetha ngezinto zasemhlabeni.+ Lowo uza evela ezulwini ungaphezu kwabo bonke abanye.+ Yohane 16:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ndaphuma kuBawo ndeza ehlabathini. Ngokubhekele phaya, ndiyalishiya ihlabathi yaye ndiyemka ndiya kuBawo.”+ Kolose 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, ukuba navuswa+ kunye noKRISTU, qhubekani nifuna izinto zaphezulu,+ apho ahleli khona uKRISTU ngasekunene kukaThixo.+
31 Lowo uza evela phezulu ungaphezu kwabo bonke abanye.+ Lowo uvela emhlabeni ngowasemhlabeni yaye uthetha ngezinto zasemhlabeni.+ Lowo uza evela ezulwini ungaphezu kwabo bonke abanye.+
28 Ndaphuma kuBawo ndeza ehlabathini. Ngokubhekele phaya, ndiyalishiya ihlabathi yaye ndiyemka ndiya kuBawo.”+
3 Noko ke, ukuba navuswa+ kunye noKRISTU, qhubekani nifuna izinto zaphezulu,+ apho ahleli khona uKRISTU ngasekunene kukaThixo.+