IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Nenjenje na ukumphatha uYehova,+

      Bantundini abaziziyatha nabangenabulumko?+

      Akanguye na uYihlo okuvelisileyo,+

      Okwenzileyo waza wakuzinzisa?+

  • Isaya 63:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+

  • Isaya 64:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoku ke, Yehova, wena unguBawo.+ Siludongwe,+ yaye wena unguMbumbi wethu;+ thina sonke singumsebenzi wesandla sakho.+

  • Malaki 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “‘Unyana, yena, uyambeka uyise;+ nomkhonzi, inkosi yakhe ezukileyo.+ Ngoko ukuba ndinguyihlo,+ kuphi na ukubekwa kwam?+ Yaye ukuba ndiyiNkosi Ezukileyo, kuphi na ukoyikwa+ kwam?’ utsho uYehova wemikhosi kuni, nina babingeleli abadelela igama lam.+

      “‘Kwaye nina nithe: “Silidelele ngayiphi na indlela igama lakho?”’

  • Malaki 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Asinabawo omnye sonke na?+ AsingoThixo omnye na osidalileyo?+ Kutheni na ukuze siqhubane ngobuqhophololo,+ sihlambela umnqophiso wookhokho bethu?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share