Luka 22:67 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 67 “Ukuba unguKRISTU,+ sixelele.” Kodwa wathi kubo: “Kwanokuba bendinixelele, beningayi kukholelwa konke konke.+ Yohane 6:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 Kodwa kukho abathile kuni abangakholwayo.” Kuba ukususela ekuqaleni uYesu wayesazi ukuba ngoobani na abo babengakholwa nokuba ngubani na lowo wayeya kumngcatsha.+
67 “Ukuba unguKRISTU,+ sixelele.” Kodwa wathi kubo: “Kwanokuba bendinixelele, beningayi kukholelwa konke konke.+
64 Kodwa kukho abathile kuni abangakholwayo.” Kuba ukususela ekuqaleni uYesu wayesazi ukuba ngoobani na abo babengakholwa nokuba ngubani na lowo wayeya kumngcatsha.+