Yohane 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko ke umfazi ongumSamariya wathi kuye: “Kwenzeka njani ukuba wena, phezu kwako nje ukuba ungumYuda, ucele kum into eselwayo, ndakuba mna ndingumfazi ongumSamariya?” (Kuba amaYuda akanazinkqubano namaSamariya.)+
9 Ngoko ke umfazi ongumSamariya wathi kuye: “Kwenzeka njani ukuba wena, phezu kwako nje ukuba ungumYuda, ucele kum into eselwayo, ndakuba mna ndingumfazi ongumSamariya?” (Kuba amaYuda akanazinkqubano namaSamariya.)+