Genesis 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Masenze+ umntu ngokomfanekiso wethu,+ ngokufana nathi,+ yaye makabe nobukhosi kwiintlanzi zolwandle nakwizidalwa eziphaphazelayo emazulwini nakwizilwanyana zasekhaya nakuwo wonke umhlaba nakuzo zonke izinambuzane ezinambuzelayo emhlabeni.”+ Genesis 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wahlabela mgama ke uYehova uThixo wathi: “Yabona, umntu usuke waba njengomnye wethu ukwazi okulungileyo nokubi,+ ngoku ke ukuze angoluli isandla sakhe aze athabathe nakwisiqhamo somthi wobomi,+ adle aze aphile ixesha elingenammiselo,—”
26 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Masenze+ umntu ngokomfanekiso wethu,+ ngokufana nathi,+ yaye makabe nobukhosi kwiintlanzi zolwandle nakwizidalwa eziphaphazelayo emazulwini nakwizilwanyana zasekhaya nakuwo wonke umhlaba nakuzo zonke izinambuzane ezinambuzelayo emhlabeni.”+
22 Wahlabela mgama ke uYehova uThixo wathi: “Yabona, umntu usuke waba njengomnye wethu ukwazi okulungileyo nokubi,+ ngoku ke ukuze angoluli isandla sakhe aze athabathe nakwisiqhamo somthi wobomi,+ adle aze aphile ixesha elingenammiselo,—”