Yohane 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam aze akholelwe kulowo undithumileyo unobomi obungunaphakade,+ yaye akezi ekugwetyweni kodwa udlule ekufeni waya ebomini.+ Yohane 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 kwaye wonk’ ubani ophilayo aze abonise ukholo kum akasayi kuze afe konke konke.+ Uyakukholelwa na oku?” 1 Korinte 15:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Kodwa xa oku konakalayo kuthe kwambatha ukungonakali noku kufayo kwambatha ukungafi, liya kwandula ke lenzeke ilizwi elibhaliweyo kwathiwa: “UKufa+ kuginywe ngonaphakade.”+ ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
24 Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam aze akholelwe kulowo undithumileyo unobomi obungunaphakade,+ yaye akezi ekugwetyweni kodwa udlule ekufeni waya ebomini.+
26 kwaye wonk’ ubani ophilayo aze abonise ukholo kum akasayi kuze afe konke konke.+ Uyakukholelwa na oku?”
54 Kodwa xa oku konakalayo kuthe kwambatha ukungonakali noku kufayo kwambatha ukungafi, liya kwandula ke lenzeke ilizwi elibhaliweyo kwathiwa: “UKufa+ kuginywe ngonaphakade.”+
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+