Luka 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba ndithi kuni, Abaprofeti nookumkani abaninzi babenqwenela ukuzibona+ izinto enizibonayo kodwa abazibona, nokuva izinto enizivayo kodwa abaziva.”
24 Kuba ndithi kuni, Abaprofeti nookumkani abaninzi babenqwenela ukuzibona+ izinto enizibonayo kodwa abazibona, nokuva izinto enizivayo kodwa abaziva.”