Luka 12:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ngaba nicinga ukuba ndizise uxolo emhlabeni? Eneneni, ndithi kuni, akunjalo, kodwa kunoko ukwahlukana.+ Yohane 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye kwakukho intetho yokudumzela eninzi ngaye phakathi kwezihlwele.+ Bambi babesithi: “Ungumntu olungileyo.” Abanye babesithi: “Akanjalo, kodwa ulahlekisa isihlwele.” Yohane 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bambi kubaFarisi bathi: “Lo asingomntu wakwaThixo, ngenxa yokuba akayigcini iSabatha.”+ Abanye bathi: “Anganako njani na umntu ongumoni ukwenza imiqondiso+ elolo hlobo?” Ngoko kwabakho ukwahlukana+ phakathi kwabo.
51 Ngaba nicinga ukuba ndizise uxolo emhlabeni? Eneneni, ndithi kuni, akunjalo, kodwa kunoko ukwahlukana.+
12 Yaye kwakukho intetho yokudumzela eninzi ngaye phakathi kwezihlwele.+ Bambi babesithi: “Ungumntu olungileyo.” Abanye babesithi: “Akanjalo, kodwa ulahlekisa isihlwele.”
16 Bambi kubaFarisi bathi: “Lo asingomntu wakwaThixo, ngenxa yokuba akayigcini iSabatha.”+ Abanye bathi: “Anganako njani na umntu ongumoni ukwenza imiqondiso+ elolo hlobo?” Ngoko kwabakho ukwahlukana+ phakathi kwabo.