Mateyu 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Zayishiya kwaoko iminatha+ yazo, zamlandela. Mateyu 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoxa wayedlula esuka apho, uYesu wabona indoda egama linguMateyu ihleli kwiofisi yerhafu, wathi kuyo: “Yiba ngumlandeli wam.”+ Wasuka ke waphakama wamlandela.+ ISityhilelo 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,
9 Ngoxa wayedlula esuka apho, uYesu wabona indoda egama linguMateyu ihleli kwiofisi yerhafu, wathi kuyo: “Yiba ngumlandeli wam.”+ Wasuka ke waphakama wamlandela.+
4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,