Luka 19:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Akusondela, wasibona isixeko waza wasililela,+ Roma 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yibani nemihlali kunye nabantu abanemihlali;+ lilani kunye nabantu abalilayo. Hebhere 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana+ nobuthathaka bethu, kuba naye wavavanywa ngandlela zonke njengathi, kodwa engenasono.+
15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana+ nobuthathaka bethu, kuba naye wavavanywa ngandlela zonke njengathi, kodwa engenasono.+