Mateyu 26:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Esathetha, khangela! nanko uYudas,+ omnye wabalishumi elinesibini, esiza nesihlwele esikhulu sinamakrele+ namagqudu sivela kubabingeleli abaziintloko nakumadoda amakhulu abantu.+ Marko 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uYudas Skariyoti, omnye wabalishumi elinesibini, waya kubabingeleli abaziintloko ukuze amngcatshe kubo.+ Luka 22:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Kodwa uYesu wathi kuye: “Yudas, umngcatsha ngokumanga na uNyana womntu?”+ Yohane 13:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Bambi, enyanisweni, babecinga ukuba, ekubeni uYudas wayephatha ibhokisi yemali,+ uYesu wayemxelela oku: “Thenga ezo zinto sizifunela umthendeleko,” okanye ukuba ufanele anikele okuthile kumahlwempu.+ IZenzo 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+
47 Esathetha, khangela! nanko uYudas,+ omnye wabalishumi elinesibini, esiza nesihlwele esikhulu sinamakrele+ namagqudu sivela kubabingeleli abaziintloko nakumadoda amakhulu abantu.+
10 Waza uYudas Skariyoti, omnye wabalishumi elinesibini, waya kubabingeleli abaziintloko ukuze amngcatshe kubo.+
29 Bambi, enyanisweni, babecinga ukuba, ekubeni uYudas wayephatha ibhokisi yemali,+ uYesu wayemxelela oku: “Thenga ezo zinto sizifunela umthendeleko,” okanye ukuba ufanele anikele okuthile kumahlwempu.+
16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+