IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 5:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba kanye njengoko uYise enobomi,+ ngokunjalo umnikile kwanoNyana ukuba abe nobomi.+

  • IZenzo 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 ke yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo, sibakala eso thina esingamangqina aso.+

  • 1 Yohane 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 (ewe, ubomi babonakaliswa,+ yaye sibonile ibe sinikela nobungqina+ sikwanixelela ngobomi obungunaphakade+ obabukuYise baza babonakaliswa kuthi,)

  • 1 Yohane 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye obu bungqina bunikelweyo, bukukuba, uThixo usinike ubomi obungunaphakade,+ yaye obu bomi bukuNyana wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share