Mateyu 16:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam uya kuwufumana.+ Marko 8:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam neendaba ezilungileyo uya kuwusindisa.+ Luka 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam nguye oya kuwusindisa.+
25 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam uya kuwufumana.+
35 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam neendaba ezilungileyo uya kuwusindisa.+
24 Kuba nabani na ofuna ukuwusindisa umphefumlo wakhe uya kulahlekelwa nguwo; kodwa nabani na olahlekelwa ngumphefumlo wakhe ngenxa yam nguye oya kuwusindisa.+